[Verse] Bade lam I know Life akekho lula Kodwa mngane wam Bambelela Musa unikezela Noba kunjani na Sizophumelela Bambelele Ivili Alimanga ndawonye liyajika Nyamezela Ngoba' [Chorus] Life Ufana nama Dice Sometimes uya-Popa Sometimes uzo-Flopa That's just the way it goes So nawe dlala Eyakho INumber Ungalahl' ithemba Cause [Bridge] When you're down and you're out Benza ngathi uthand' u-lova And when you're back up on your feet then All of a sudden--- It's as if ngoku uzenz' u-clever... Abantu bazoku-Stressa But Don't stress Cause Nawe uyayazi moos [Chorus] Life Ufana nama Dice Sometimes uya-Popa Sometimes uzo-Flopa That's just the way it goes So nawe dlala Eyakho INumber Ungalahl' ithemba. [Verse 2] Noba Amaphupha ngathi awanoze aphumelela Sunikezela Bambelela Nalena izodlula ivili liyajika Keep trying until you make it Nyamezela Cause [Chorus] Life Ufana nama Dice Sometimes uya-Popa Sometimes uzo-Flopa That's just the way it goes So nawe dlala Eyakho INumber Ungalahl' ithemba. [Dlala, Dlala, Dlala] Eyakhw' Inumber. [Bridge] [Chorus] Life Ufana nama Dice Sometimes uya-Popa Sometimes uzo-Flopa That's just the way it goes So nawe dlala Eyakho INumber Ungalahl' ithemba. [Dlala, Dlala, Dlala] Eyakhw' Inumber. Push uPanda... Njengob' uthanda [Dlala, Dlala]