Ixilongo

642

Music Created By Cuma Maneli With Suno AI

Ixilongo
v3.5

@Cuma Maneli

Ixilongo
v3.5

@Cuma Maneli

Lyrics
[Verse 1]
Bazobuya bonk' aba' ngasekhoyo
Abangcwele nezihlwele
Sekudala basishiya
Kodwa bazobuya
Wathembisa
wath' UmDali
[Chorus]
Sizobuya sibe sonke
Nabangasekhoyo
Mhla likhala ixilongo
Sizobuya, Sizobuya
Sibe sonke
[Bridge]
Sokhokhelwa...
Litlxilongo
Lizo khala itlxilongo
Ndawo yonke
Kwizizwe Zonke
[Chorus]
Sizobuya sibe sonke
Nabangasekhoyo
Mhla likhala ixilongo
Sizobuya, Sizobuya
Sibe Sonke
[Verse 2]
Mhla Sibuya
Kuyokhala imilozi yengilosi
Ngapha kweNkanyezi
Kukhokhela wena Nkosi yaMakhosi
Sobe silungiselela uhambo
Amagama ayo bizwa
Yazi elam likhona na
Bawo bendi nguMoni
Kodwa ndo'kwenza nantoni na
Ndaziyeka indlela zam
Kuba ndifuna nam
Ndiphine ndimbone
uMzali Wam
Wathembisa
UMdali
Wathi
[Chorus]
Sizobuya sibe sonke
Nabangasekhoyo
Mhla likhala ixilongo
Sizobuya, Sizobuya
Sibe Sonke
[Bridge]
Bendingu Moni Sonini
Kodwa ndo'kwenza nantoni
Nditshintshe indlela zam
Kuba nam ndifuna
MHLA sibuya
Ndiphinde ndimbone nam
uMzali Wam
Wathembisa
UMdali
Style of Music
Afro Soul, South African, dreamy, Afrobeat,

You Might Like

Cover of the song Anyukám
v4

Created By Valentina Szabó With Suno AI

Cover of the song Лето.
v4

Created By Халида Байкутова With Suno AI

Related Playlist

Cover of the song Чотири години
v4

Created By Анна Фідря With Suno AI

Cover of the song Cinco Meses De Magia
v4

Created By ignacio sanz With Suno AI

Cover of the song Kertben Reggel
v4

Created By gaming krisz With Suno AI